//
archives

Archive for

I wanted to tell Madiba I missed that place

I’ve got nothing, but then I got something Unlike Moses, I made it to the promised land Never thought it possible To be free to be me… When I was still stumbling my way through music writing in the Joburg underground music scene, someone who would be a good friend after, invited me to perform … Continue reading

Lyrics for Kulture Noir Album

Ilolo chorus: Xa uthi gqi ngam esigangeni Isono sam kuk’ba lilolo Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa Isono sam kuk’ba lilolo Andizisoli noba bangathini Xa uthi gqi ngam esigangeni Isono sam kuk’ba lilolo Ndikhangela igama lam x2 Ndifunda njalo, ndikhangele x2 verse: Uze undixolele Xa ndikudlul’ endleleni Ngoba sendihamba kwesiny’ isitalato Mhlab’ unzima (Kwesiny’ isitalato) … Continue reading

Lyrics for The One Love Movement on Bantu Biko Street Album

Bantu Biko Street “A people without a positive history are like a vehicle without an engine. Their emotions can not be easily controlled and channelled in a recognizable direction. They always live in the shadow of a more successful society. Black Consciousness is not a negative, hating thing. It’s a positive black self-confidence involving no … Continue reading

Lyrics for the Zandisile Album

Vukani verse1: Vukani ngathi nilele Busuk’ obungenalitha Nzulu uthandw’ entliziyweni Ngeke side side side Side sibe ngabantw’ abanye Side sibe ndaweni enye Wathakath’ ekhay’ ulizim Ndenze ndiqondisise e chorus side side side sibebanye ndohlala ndikukhangela wandenzela phantsi ekhaya wandenzela phantsi Verse2: Sasisakulala ngasonye Silindel’ ingcinezelo Namhla nguwe Namhla nguwe Nzulu nzulu wasenz’  intsasa Nzulu inxeba … Continue reading